Інформація про пісню На цій сторінці ви можете ознайомитися з текстом пісні Nqaba Yam, виконавця - Zahara
Дата випуску: 12.08.2021
Мова пісні: Коса
Nqaba Yam |
Ndifihle kuwe Nqaba yam |
Izilingo zindilngile ndalingeka nam |
Bazame ukundenza |
Esiyatha nam ndayathazeka |
Ndithemba wena |
Mandingaze ndidaniswe |
Ngowa ngowathemba |
Mandingaze ndidaniswe |
Ndigqatshukelwe |
Isiphongo sam ndamosha |
Sula kaloku Nqaba Yam |
Bamb' elingachithekanga ikhe |
Bendisiva ndisesihogweni |
Khawuleza kaloku |
Ndithemba wena |
Mandingaze ndidaniswe |
Ngowa ngowathemba |
Mandingaze ndidaniswe |
Ndizifihla Kuwe |
Nqaba Yam, bhongo lam |
Ulithemba lam |
Ndizifihla Kuwe |
Nqaba yam, bhongo lam |
Ulithemba lam |
Ndizifihla Kuwe |
Nqaba yam, bhongo lam |
Ulithemba lam |
Ndizifihla Kuwe |
Nqaba yam, bhongo lam |
Ulithemba lam |
Ndithemba wena |
Mandingaze ndidaniswe |
Ngowa ngowathemba |
Mandingaze ndidaniswe |
Ndizifihla Kuwe |
Nqaba Yam, bhongo lam |
Ulithemba lam |
Ndizifihla Kuwe |
Nqaba yam, bhongo lam |
Ulithemba lam |
Ndizifihla Kuwe |
Nqaba yam, bhongo lam |
Ulithemba lam |
Ndizifihla Kuwe |
Nqaba yam, bhongo lam |
Ulithemba lam |
Nqaba yam |
Bhongo lam ulithemba lam |
Uyinqaba yami |
Nqaba yam |
Bhongo lam ulithemba lam |
Ndizifihla Kuwe |
Nqaba yam |
Bhongo lam ulithemba lam |
Ndizifihla Kuwe |
Nqaba yam |
Bhongo lam ulithemba lam |