Інформація про пісню На цій сторінці ви можете ознайомитися з текстом пісні Ndikhawulele, виконавця - Berita
Дата випуску: 27.02.2020
Мова пісні: Коса
Ndikhawulele |
Ndijonge emehleni |
Thetha ndimamele |
Uziva njani naa? |
Uziva njani ngam? |
Bambisandla sam |
Sondela uduze |
Uzivha njani naa? |
Uzivha njani ngam? |
Ndikhawulele |
Ndikhawulele |
Ndixelele |
Uzivha njani na? |
Uzivha njani ngam? |
Usandithanda? |
Usandithanda na? |
Ngabe, usandithanda? |
Usandithanda na? |
Ndiza Kuwe ndimsulwa |
Bona nanga amanxeba am |
Enhlizweni yam kusobabala |
Kukhala esakho isiginci |
Ebumnyameni, ekukhanyeni, soze ndijike |
Ukuba ndizivha njani na aa |
Ndizivha njani ngawe |
Ndisakuthanda |
Ndisakuthanda aaa |
Ndisakuthanda |
Ndisakuthanda aaa |
Ndikhawulele |
Ndikhawulele |
Ndixelele |
Ukuba uzivha njani naa? |
Uzivha njani ngam? |
Usandithanda? |
Usandithanda na? |
Usandithanda? |
Usandithanda na? |
Ingabe, Usandithanda? |
Usandithanda na? |
Usandithanda? |
Usandithanda na? |
Uzivha njani na |
Uzivha njani ngami? |
Uzivha njani na? |
Uzivha njani ngami? |
Ndikhawulele |
Ndikhawulele |
Ndixelele |
Ukuba uzivha njani naa |
Uzivha njani ngam |
Uzivha njani na |
Uzivha njani ngami |
Uzivha njani na |
Uzivha njani ngami |
Uuuuu uuuu uuuu |
Uuuuu uuu uuuu |